Ndiya kuza nezona zizwe zikhohlakeleyo,zithimbe izindlu zabo;ndiya kuliphelisa ikratshi labanamagunya,neendawo zabo zonqulo ziya kuxabheleka.