Ndiya kuzinika abasemzini,zibe lixhoba labo;ewe, zibe lixhoba lezikhohlakali zomhlaba,zona ziya kuzixabhela.