“Likrele kongaphandle;kongaphakathi ngubhubhani nendlala.Abasemaphandleni baya kubulawa ngekrele;abasesixekweni baya kubhuqwa yindlala nangubhubhani.