Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 47:1 Ibhayibhile (XHO96)

Yaza indoda yabuya nam, saya ekungeneni kwendlu kaThixo, ndabona amanzi empompoza phantsi komgubasi wendlu kaThixo, esiya ngasempumalanga. (Kaloku indlu kaThixo yayijonge empumalanga.) Amanzi ayesihla ephuma ngaphantsi kwicala elisemazantsi endlu kaThixo, emazantsi eqonga lamadini.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 47

imbono Uhezekile 47:1 kwimeko