Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 45:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Inkosi yesizwe iya kwahlulelwa umhlaba omda wayame kumhlaba owodwa nakumhlaba wesixeko. Uya kunabela entshonalanga kwicala lasentshona, uze unabele empumalanga kwicala lasempuma, ubude bawo busuke kumda wasempuma buye kuthi xhaxhe kumda wasentshona, ulingane nomhlaba osikelwe izizwe ngazinye zakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 45

imbono Uhezekile 45:7 kwimeko