Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 42:13 Ibhayibhile (XHO96)

Le ndoda yathi kum: “Amagumbi angasentla nangasezantsi ajonge intendelezo yendlu kaThixo ngawababingeleli, apho, xa besondela *kuNdikhoyo, batyela khona eyona minikelo ingcwele. Kulapho baya kugcina khona awona madini yeyona minikelo ingcwele – eyokutya, eyesono, neyetyala – kuba yindawo engcwele.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 42

imbono Uhezekile 42:13 kwimeko