Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 4:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wakuba wenjenjalo uzuthathe intsimbi emcaba, uyibeke njengodonga phakathi kwakho nesixeko, ujike ujonge kuyo. Ngaloo ndlela ke uya kuba usingqingile isixeko. Le nto ke iya kuba ngumqondiso kwindlu kaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 4

imbono Uhezekile 4:3 kwimeko