Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi kum: “Mntundini, ndiza kukunqamla ukungena kokutya eJerusalem. Abantu baya kufumana umxhesho wokutya namanzi, bahlale exhaleni nasekumatshekeni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 4

imbono Uhezekile 4:16 kwimeko