Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 38:20 Ibhayibhile (XHO96)

Iintlanzi elwandle, iintaka esibhakabhakeni, izilo endle, nazo zonke izilwanyana ezirhubuluzayo emhlabeni, nabo bonke abantu ehlabathini baya kungcangcazela ngenxa yobukho bam. Ziya kubhukuqwa iintaba; aya kudilika amawa, nazo zonke iindonga ziwe phantsi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 38

imbono Uhezekile 38:20 kwimeko