ndikho nje ndiyafunga, itsho iNkosi uNdikhoyo, ndiza kukunikezela kwabakusukelayo bazingise ukuliphalaza igazi lakho. Kaloku wena awukuthiyanga ukuphalazwa kwegazi, ke ngoko impalalo-gazi iya kuhlala ikusukela.