Phezu kwakho ndiya kukucima ukukhanya kwezulu,ndihlise ubumnyama phezu kwelizwe,itsho iNgangalala uNdikhoyo.