Ikrele liya kutyakatya eKushe nasePuti,eLudi nakwelama-Arabhu liphela,eKubhi nakubantu bomhlaba womnqophiso,njengokuba lisenza eJiputa.