Koba mnyama emini eTapanesi mhla ndayihlabanisela iJiputa;kumhla atshitsha amandla ayo eqhayiya.Iya kugutyungelwa lilifu, mhla zathinjwa iilali zayo.