Ndiya kuyithumela ngobhubhani,nditsho izitalato zayo zibaleke igazi;iya kuzala zizidumbu zabafe ngekrele,ikrele eliya kuvela macalana onke.Baya kundazi ukuba ndinguNdikhoyo.