“Barhwebile nawe abakwaJuda nabakwaSirayeli; bakuphathele ingqolowa yaseMiniti nezimuncu-muncu, ubusi, amafutha, namachiza, bazuza izinto orhweba ngazo.