IEdom ndiya kuyiphindezela ngesandla sabantu bam amaSirayeli, abaya kwenza kwiEdom ngokwengqumbo nomsindo wam. Baya kuyazi impindezelo yam, itsho iNkosi uNdikhoyo.”