“Kwavakala intswahla yesihlwele sabantu abagcobileyo kuloo ndawo wayekuyo; amaSabheya entlango eza nomxukuxela, aza afaka izacholo ezingalweni zomfazi lowo nodade wabo, abathwalisa nezithsaba entloko.