Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 20:40 Ibhayibhile (XHO96)

“Nanku umlomo weNkosi uNdikhoyo: Phezu kwentaba yam eyodwa, intaba ephakamileyo kaSirayeli, apho kanye elizweni, kulapho iya kundinqula khona indlu kaSirayeli iphela, nam ndoyamkela. Apho ndiya kuyifuna imirhumo yenu neminikelo yenu ekhethiweyo kwakunye namadini enu awodwa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:40 kwimeko