Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wena ke, mntundini, uze ungaboyiki, neentetho zabo ungazoyiki. Maze ungoyiki naxa uphakathi korhalajana nobobo. Naxa sewuhlala nabanjengoonomadudwane uze ungoyikiswa zizinto abazithethayo nazizigrogriso zabo, kuba basisizwe esinenkani.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 2

imbono Uhezekile 2:6 kwimeko