Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 18:30 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngako oko, ndlu kaSirayeli, umntu ngamnye kuni ndiza kumgweba ngokwezenzo zakhe, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani! Rhoxani kuzo zonke izikreqo enizenzayo, ukuze ningatshabalali ngenxa yenkohlakalo yenu.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:30 kwimeko