Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 18:21 Ibhayibhile (XHO96)

“Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 18

imbono Uhezekile 18:21 kwimeko