Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 16:5 Ibhayibhile (XHO96)

Akubangakho mntu uvelanayo nawe, ukuze abe nemfesane akwenzele ezi zinto. Kodwa suka walahlelwa phandle, kuba ubujongelwe phantsi mini wazalwa.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:5 kwimeko