Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 16:42 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuthotha ke umsindo wam kuwe, ngokunjalo buphele nobukhwele. Ndiya kuthi cwaka ndingabi sakhathazeka.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:42 kwimeko