Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhezekile 12:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuyithiyela ngezabatha, ize ibhajiswe zizo; ndiya kuyisa eBhabheli ilizwe lamaKaledi, kodwa yona ayisayi kulibona, yaye iya kufela apho.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 12

imbono Uhezekile 12:13 kwimeko