Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhagayi 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uHagayi waphendula wathi: “Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Ekuboneni kwam bakwanjalo aba bantu kwakunye nolu hlanga. Ewe, unjalo wonke umsebenzi wezandla zabo, nento abanikela ngayo khona apho inomlaza.’ ”

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 2

imbono Uhagayi 2:14 kwimeko