Testamente Endala

Testamente Entsha

Uhagayi 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba umntu uphethe inyama ehlambulukileyo ngesondo lengubo yakhe, ngaba ke xa isondo laloo ngubo yakhe lirhece nokuba sisonka, ukutya okuphekiweyo, iwayini, amafutha omnquma, okanye nakuphi na ukutya, ngaba elo sondo likwenza kuhlambuluke oko kutya?’ ”Ababingeleli baphendula bathi: “Hayi!”

funda isahluko epheleleyo Uhagayi 2

imbono Uhagayi 2:12 kwimeko