Ke wona umhlaba uya kuphuphuma kukubuqonda ubungangamsha bukaNdikhoyo,okwamanzi agubungele ulwandle.