Iikumkani ahlekisa ngazo;bona abalawuli ayabagcolodela.Ke zona iinqaba awazazele nto;enza iinduli zokuhlasela azithimbe.