Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

owasinika ngezicaka zakho *abashumayeli usithi: ‘Lo mhlaba ningena nisiya kuma kuwo udyobhekile kukonakala kwabantu bawo. Ngemikhuba yabo emasikizi bawutsho waphuphuma kukungcola.

funda isahluko epheleleyo Uezra 9

imbono Uezra 9:11 kwimeko