Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 8:36 Ibhayibhile (XHO96)

Bayinikezela nencwadi eyayiphuma kukumkani, bayinika iirhuluneli nabalawuli bakwelentshona ye-Efrati; ke bona babancedisa abantu, bafaka igxalaba nakumsebenzi wokwakhiwa kwendlu kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 8

imbono Uezra 8:36 kwimeko