Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 6:3 Ibhayibhile (XHO96)

“Kunyaka wokuqala kakumkani uKoreshi, ukumkani wawisa umyalelo mayela nendlu kaThixo eJerusalem, esithi:“ ‘Indlu kaThixo mayivuswe, ukuze kuyo kunikelwe amadini. Iziseko zayo mazakhiwe. Mayibe ziimitha ezimashumi mabini anesixhenxe ukuphakama, neemitha ezimashumi mabini anesixhenxe ububanzi.

funda isahluko epheleleyo Uezra 6

imbono Uezra 6:3 kwimeko