Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 4:12 Ibhayibhile (XHO96)

“Ukumkani simazisa ukuba laa maJuda awawathumela apha kuthi, nango eJerusalem ehlaziya esiya sixeko sidume ngovukelo nenkohlakalo. Ayazivusa iindonga zaso, nesiseko saso ayasilungisa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 4

imbono Uezra 4:12 kwimeko