Ngomhla wokuqala wenyanga yesixhenxe baqalisa ukwenzela uNdikhoyo amadini atshiswayo.Sasingekabekwa isiseko sendlu *kaNdikhoyo.