33. abaseLodi, iHadide, neOno 725
34. abaseJeriko 345
35. abaseSena 3 630
36. Ababingeleli: inzala kaYedaya ngendlu kaYeshuwa 973
37. ekaImere 1 052
38. ekaPashure 1 247
39. ekaHarim 1 017
40. AbaLevi: inzala kaYeshuwa noKademiyeli ngomlibo kaHodaviya 74
41. Iimvumi: inzala ka-Asafu 128
42. Abalindi-masango endlu kaThixo: inzala kaShalum, uAtere, uTalemon, uAkubhi, uHatita, noShobhayi 139
43. Izicaka zendlu kaThixo: inzala kaZiya, uHasufa, uTabhayoti,