41. noAzarele noShelemiya noShemeriya
42. noShalum noAmariya noJosefu.
43. Kwinzala kaNebho nguYehiyeli noMatitiya noZabhadi noZebhina noYadayi noJoweli noBhenaya.
44. Bonke abo babethathe abafazi abaziintlanga. Kwaba bafazi bekukho ababezele oonyana.