Testamente Endala

Testamente Entsha

Uezra 10:25-34 Ibhayibhile (XHO96)

25. Kwamanye amaSirayeli ngâba:Kwinzala kaParoshe nguRamiya, noIziya noMalekiya noMiyamin noElazare noMalekiya noBhenaya.

26. Kwinzala kaElam nguMataniya noZakariya noYehiyeli noAbhedi noJeremoti noEliya.

27. Kwinzala kaZatu nguEliyohenayi noEliyashibhi noMataniya noJeremoti noZabhadi noAziza.

28. Kwinzala kaBhebhayi nguYohanan noHananiya noZabhayi noAtelayi.

29. Kwinzala kaBhani nguMeshulam noMaluki noAdaya noYashubhi noSheyali noJeremoti.

30. Kwinzala kaPahati-mowabhi nguAdena noKelali noBhenaya noMaseya noMataniya noBhezaleli noBhinuwi noManase.

31. Kwinzala kaHiram nguElizere noIshiya noMalekiya noShemaya noSimon

32. noBhenjamin noMaluki noShemariya.

33. Kwinzala kaHashum nguMatenayi noMatata noZabhadi noElifelete noJeremayi noManase noShimeyi.

34. Kwinzala kaBhani nguMadayi noAmram noUweli

funda isahluko epheleleyo Uezra 10