24. Kwiimvumi nguEliyashibhi.Kubagcini-masango nguShalum noTelem noUri.
25. Kwamanye amaSirayeli ngâba:Kwinzala kaParoshe nguRamiya, noIziya noMalekiya noMiyamin noElazare noMalekiya noBhenaya.
26. Kwinzala kaElam nguMataniya noZakariya noYehiyeli noAbhedi noJeremoti noEliya.