21. Kwinzala kaHarim nguMaseya noEliya noShemaya noYehiyeli noUziya.
22. Kwinzala kaPashure nguEliyohenayi noMaseya noIshmayeli noNataniyeli noYozabhadi noElasa.
23. KubaLevi nguYozabhadi noShimeyi noKelaya, lo ugama limbi linguKelita, noPetaya noJuda noElizere.
24. Kwiimvumi nguEliyashibhi.Kubagcini-masango nguShalum noTelem noUri.
25. Kwamanye amaSirayeli ngâba:Kwinzala kaParoshe nguRamiya, noIziya noMalekiya noMiyamin noElazare noMalekiya noBhenaya.
26. Kwinzala kaElam nguMataniya noZakariya noYehiyeli noAbhedi noJeremoti noEliya.
27. Kwinzala kaZatu nguEliyohenayi noEliyashibhi noMataniya noJeremoti noZabhadi noAziza.
28. Kwinzala kaBhebhayi nguYohanan noHananiya noZabhayi noAtelayi.
29. Kwinzala kaBhani nguMeshulam noMaluki noAdaya noYashubhi noSheyali noJeremoti.
30. Kwinzala kaPahati-mowabhi nguAdena noKelali noBhenaya noMaseya noMataniya noBhezaleli noBhinuwi noManase.
31. Kwinzala kaHiram nguElizere noIshiya noMalekiya noShemaya noSimon
32. noBhenjamin noMaluki noShemariya.
33. Kwinzala kaHashum nguMatenayi noMatata noZabhadi noElifelete noJeremayi noManase noShimeyi.
34. Kwinzala kaBhani nguMadayi noAmram noUweli
35. noBhenaya noBhedeya noKeluwi
36. noVaniya noMeremoti noEliyashibhi
37. noMataniya noMatenayi noYayasu.
38. KwekaBhinuwi nguShimeyi
39. noShelemiya noNatan noAdaya
40. noManadebhayi noShashayi noSharayi