Usuku olwamiselwa amaJuda ukuba enze le nto kuwo onke amaphondo olawulo lukakumkani uAsuwerosi yaba ngumhla weshumi elinesithathu kwinyanga yeshumi elinambini uAdare.