Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 7:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku mna ndawonye nabantu bakowethu kuthengisiwe ngathi ukuze sitshatyalaliswe, sibulawe, sicinywe igama. Ukuba bekuthengiswe ngathi ukuba sibe ngamakhoboka namakhobokazana ngendithe cwaka, kuba bekungayi kubakho ntlungu ingako inyanzelisa ukuba kude kuphazanyiswane nomhlekazi.”

funda isahluko epheleleyo Uestere 7

imbono Uestere 7:4 kwimeko