Ngoko ke uHaman wawuthatha umnweba lowo nehashe elo, wamambathisa uModekayi, wamkhwelisa ehashini, wahamba phambi kwakhe, ekhwaza esithi: “Nantsi ke into ayenzelwayo umntu athanda ukumwonga ukumkani!”