Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Umkakhe uZereshi ndawonye nazo zonke izihlobo zikaHaman bathi kuye: “Makwakhiwe umthi wokuxhoma uphakame ube ziimitha ezimashumi mabini anambini, uze ke ngomso ucele ukumkani amxhome apho uModekayi. Hamba ke uye ethekweni kunye nokumkani uchwayitile.”Eli cebiso lamkholisa uHaman, waza ke wawenza loo mthi wokuxhoma.

funda isahluko epheleleyo Uestere 5

imbono Uestere 5:14 kwimeko