Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Waqhuba uHaman wathi: “Akuphelelanga kwezo zinto, nangoku ndim ndedwa umntu omenywe ngukumkanikazi uEstere ukuba aye nokumkani kwitheko alenzileyo. Ewe, kwakhona undimemele kwitheko aza kuba nalo nokumkani ngomso.

funda isahluko epheleleyo Uestere 5

imbono Uestere 5:12 kwimeko