UModekayi wamchubela konke okwakwenzekile, ndawonye nemali leyo yayiza kufakwa nguHaman koovimba bakomkhulu ukuze kutshatyalaliswe amaJuda.