Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani lowo wakhangwa ngendlela eyodwa nguEstere lowo; ewe, kuzo zonke ezo ntombi ayikho eyawelwa ngukumkani njengoEstere lowo, yena wamkholisa ngokugqithisileyo. Ngoko ke ukumkani wathwesa uEstere iqhiya yobukumkanikazi, wamfaka esikhundleni sikaVashiti.

funda isahluko epheleleyo Uestere 2

imbono Uestere 2:17 kwimeko