Testamente Endala

Testamente Entsha

Uestere 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Zithe ke zakuphela ezo ntsuku, ukumkani wenza elinye itheko elathatha isixhenxe seentsuku, lona elenzela kumyezo ongaphakathi apho ebhotwe. Lona ke wayelenzela umntu wonke, kusukela koyena uphantsi kuye koyena mkhulu, bonke ababelapho kwibhotwe laseSusa.

funda isahluko epheleleyo Uestere 1

imbono Uestere 1:5 kwimeko