“Mhlekazi, Thixo wethu, wena othe ngesandla sakho esinamandla wabakhulula abantu bakho kwelaseJiputa, latsho laduma igama lakho njengoko kunjalo unanamhlanje, ewe, sonile senza okugwenxa.