Ke kaloku kwakungunyaka wokuqala wokulawula kukaDariyo unyana ka-Asuwerosi. WayengumMedi ngokomnombo, kodwa waba ngukumkani wamaKaledi.