Kolunye lwezi mpondo kwantshula olunye uphondo olwaqala luluncinane, lwaza lwakhula lwabhekisa ngasezantsi nangasempuma nangakwilizwe eliliqhayiya.