Ke kaloku ndathi ndisacamanga ngalo mbono, suka kwathi gqi inkunzi yebhokhwe entshonalanga, icanda lonke elimiweyo, iqakatha ngokungathi amanqina akafiki emhlabeni. Yayinogqajolo lophondo, lulapha phakathi kwamehlo.